IsiXhosa Conversation Oral Exam

Sermon  •  Submitted   •  Presented
0 ratings
· 18 views
Notes
Transcript

Question 1:

Molweni abantu (Greeting).
Ndiyavya ukubona (I am happy to meet you).
Ninjani, namhlanje (How are you, today?)
Ndiphilile (I am fine)
Enkosi ufike ngezesha (Thank you for being on time)
Yiza Sihlale phatnsi (Come let us sit down)
Igama lam ndinguPhilip. (My name is Philip).
Ifani yam nguStevens, (My surname is Stevens).
Ndivela eKapa (I am from Cape Town), eNshona Koloni (Western Cape).
Ndihlala nomama notata (I stay with my mother and Father)
Mandazise abazali bam (Let me introduce my parents).
Mandikwazise sihlobo sam, lo nguChristel Stevens, umama wam. (Let me introduce my friend, this is Christel Stevens, my mother).
Omama unxibe ijezi ebomvu, izihlangu ezimnyama kunye nehempe emhlophe. Waye emhle kakhulu kulo.
(My mother wore a beautiful red dress, black shoes, and a white hat. She looks very beautiful in it. )
Umama upheka kakuhle (Mother cooks well)
Lo nguMark Stevens, utata wam. (This is Mark Stevens, my Father)
Utata uqhuba imoto emnyama (Father drives a black car)
Utata unxibe idyasi nesicheme (Father is wearing a coat and a mask)
Ibhatyi yakhe inkulu (His jacket is big).
Iikawusi zakhe zidlakadlaka (His sockes are torned)
Mna ndisebenza apha eDyunivesithi eMancosa (I work here at the university of Mancosa).
Isikolo singenile eKapa (The school is in Cape Town)
Ndiyafunda ukufundisa, eHigh school Accounting (I am studying teaching, High School Accounting).
The teacher teaches learners isiXhosa (Utitshala ufundisa abafundi isiXhosa)
Ndiza kufunda isiXhosa (I will read /learn isiXhosa)
Abafundi bafunda incwadi (Learners are reading a book)
Ndifunde iicwadi zesiXhosa ezilishumi. (I read ten isiXhosa books)
Bendifundisa abafundi alishumi (I taught 10 students)
Abafundi baza kubala izibalo (Learners will be doing Maths)
Utishala banxiba iihempe ezimhlope (Learners wore white shirts)
Amatobazana adlala isoka (Girls are playing soccer)
Amakwenkwe abhaka isonka (Boys are baking bread)
Related Media
See more
Related Sermons
See more